Ndibuhlungu intliziyo lihlwili, andilali nobuhlayo ndilahlekelwe yinjanana yam epha ku 6 months ubudala. URocky uluhlobo lwe husky; i brownish ngebala umohluko wayo onke amanqina ayo amhlophe kunye ...